HERU

Home > spiritual, Spiritual Herbs, Video > Amathongo Aphumayo Ekhayeni -Episode 6

Amathongo Aphumayo Ekhayeni -Episode 6

May 2024 10



Gogo Nomanzi discusses some matters which cause our guardians to be spiritually distant

source

--CopyRights: https://heruinterface.com/amathongo-aphumayo-ekhayeni-episode-6/

13 Comments

  1. #1

    Camagu makhosi. Thank you ngemfundiso zakho mama. Ndicela wenze ivideo ngamafa ekuxatyanwa ngawo emakhaya , kuba usuke wafuna ukuqheleka lomkhwa kwakuhamba abazali .

  2. #2

    Thokoza Gogo I love isiphika sakho๐Ÿ™Œ

  3. #3

    Camagu Gogo!! Ndiyabulela ngemfundiso zakho ziyandakha nam ndingu mkhwetha ndisafake ntsimbi emhlpophe

  4. #4

    Thokoza gogo Nomanzi nginombuzo wokufakwa kwamatshe abantu abangasekho

  5. #5

    Thokoza gogo. Ndicela ukubuza yenziwa yintoni lento yokuti xa umntu ekubambe emagxeni kuvuke idlozi kupele nelizwi ilizwi ibengati liyatshona camagu

  6. #6

    Gogo ufumaneka njani

  7. #7

    Camagu gogo๐Ÿ‘๐Ÿผ๐Ÿ‘๐Ÿผ๐Ÿ‘๐ŸผMakwande.

  8. #8

    ๐Ÿคฃ๐Ÿคฃ๐Ÿคฃ๐Ÿคฃ๐Ÿคฃ I love the cleanliness part and how you emphasis Gogo. Thokoza! Let's clean our homes and spaces.

  9. #9

    Gogo camagu ndicela ubuza ukuba ilungiswa kanjani ingxaki enjalo. Osiyazi bathi kufanele sibuyise izinyanya and asazi ukuba siqala kanjani and ingaba iqutywa yifamily yodwa. Sibhidekile

  10. #10

    Camagu gogo ,your teachings are beautiful mama siyabulela mthimkulu makwande ๐Ÿ‘๐Ÿพ๐Ÿ‘๐Ÿพ๐Ÿ‘๐Ÿพ๐Ÿ‘๐Ÿพ

  11. #11

    Siyabonga mntom'dala๐Ÿ™. Sicela iPart 2 where sikhuluma ngokuthi bangeniswa kanjani abaphumele ngaphandle.

  12. #12

    Ooh siyacamagusha Gogo ๐Ÿ‘๐Ÿฝ๐Ÿ‘๐Ÿฝ

    UThixo nezinyaya zibe nawe. I've missed you and your teaching ๐Ÿ•ฏ๐Ÿ•ฏ๐Ÿ•ฏ

  13. #13

    Cant wait to see u Gogo๐Ÿ˜Š

  14. Leave a Reply

    Welcome (Toggle)

    (required)