HERU

Home > Ukuphahla

What is Ukuphahla/Ukunqula (2021) Part 1

Nov 2022 05
Siphethe ukuphahla/ukunqula. What is ukunqula/phahla?... Ukunqula/Ukuphahla What is ukuphahla?: Ukunqula is to have a commune with our departed. Siphahla kuba sibulela, sicela, sichaza/report, we remind, khalaza, Siphahla phi? Siyi tshilo into ethi abantu abadala abangekhoyo, abekho physically, but bakhona spiritually. Because of that, ukuphahla does not necessarily have to be done in fixed or designated place. Siphahla anywhere and everywhere. Umntu uyaphahla while driving down the national road, umntu uyaphahla apho aphangela khona, umntu uyaphahla while in a cruising altitude in an international flight. Having said that, kwinkolo yethu we have shrines, as places apho siphahla khona. The difference between......