HERU

Home > Idlozi

Ukupha isihlwele: Iladi/Iqonga

Jun 2024 09
Ukupha isihlwele: Iladi/IqongaNamhlanje sincokola ngokupha isihlwele. Zininzi iindidi zokupha isihlwele; Zininzi iindid zoku nqula/phahla. Siphethe le kuthiwa yi ladi/lati/lada. EsiXhoseni kuthethwa nge qonga. Yintoni iLadi? Lenziwa xa kutheni? Lenziwa ngubani? Lenzelwa phi? Kufakwa ntoni kwi lati... ? #Vusilanga #iLati #iLadi #ukuphahla #Ukunqula @vusilangalaselenge3969 www.vusilanga.co.za source